Genesis 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuphela yinyama enomphefumlo wayo+—igazi layo+—eningamele niyidle.+ Levitikus 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo. Duteronomi 12:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuphela nje yenza isigqibo esiqinileyo sokungalidli igazi,+ kuba igazi ngumphefumlo+ yaye umele ungawudli umphefumlo kunye nenyama. IZenzo 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ukuba nikhwebuke kwizinto ezibingelelwe kwizithixo+ nasegazini+ nakwizinto ezikrwitshiweyo+ nakuhenyuzo.+ Ukuba niyazikhwebula kwezi zinto,+ niya kuphumelela. Mpilo-ntle!”
10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo.
23 Kuphela nje yenza isigqibo esiqinileyo sokungalidli igazi,+ kuba igazi ngumphefumlo+ yaye umele ungawudli umphefumlo kunye nenyama.
29 ukuba nikhwebuke kwizinto ezibingelelwe kwizithixo+ nasegazini+ nakwizinto ezikrwitshiweyo+ nakuhenyuzo.+ Ukuba niyazikhwebula kwezi zinto,+ niya kuphumelela. Mpilo-ntle!”