2 Samuweli 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke kaloku babelapho oonyana abathathu bakaTseruya,+ uYowabhi+ noAbhishayi+ noAsaheli;+ ke uAsaheli wayenamendu ezinyaweni zakhe, njengelinye lamabhadi+ asendle. 2 Samuweli 23:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke yena uAbhishayi+ umntakwabo Yowabhi unyana kaTseruya,+ wayeyintloko yamashumi amathathu, kwaye wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu amathathu abuleweyo, yaye naye wayedume njengabo bathathu.+ 1 Kronike 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Oodade wabo yayinguTseruya noAbhigali;+ bona oonyana bakaTseruya yayinguAbhishayi+ noYowabhi+ noAsaheli,+ bebathathu.
18 Ke kaloku babelapho oonyana abathathu bakaTseruya,+ uYowabhi+ noAbhishayi+ noAsaheli;+ ke uAsaheli wayenamendu ezinyaweni zakhe, njengelinye lamabhadi+ asendle.
18 Ke yena uAbhishayi+ umntakwabo Yowabhi unyana kaTseruya,+ wayeyintloko yamashumi amathathu, kwaye wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu amathathu abuleweyo, yaye naye wayedume njengabo bathathu.+
16 Oodade wabo yayinguTseruya noAbhigali;+ bona oonyana bakaTseruya yayinguAbhishayi+ noYowabhi+ noAsaheli,+ bebathathu.