IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko onke amadoda amakhulu+ akwaSirayeli eza kukumkani eHebron, waza uKumkani uDavide wenza umnqophiso+ kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli.+

  • 1 Kronike 11:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko onke amadoda amakhulu akwaSirayeli eza kukumkani eHebron waza uDavide wenza umnqophiso kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli, ngokwelizwi likaYehova+ ngoSamuweli.+

  • IZenzo 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Yaye emva kokumshenxisa,+ wabavelisela uDavide njengokumkani,+ lowo wanikela ubungqina ngaye wathi, ‘Ndifumene uDavide unyana kaYese,+ indoda evunyiweyo yintliziyo yam,+ oya kwenza zonke izinto endizinqwenelayo.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share