2 Samuweli 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wandula ke uDavide wathumela waza wabuzisa ngaloo mfazi+ yaye uthile wathi: “Asinguye na lo uBhatshebha+ intombi kaEliyam+ umfazi kaUriya+ umHiti?”+ 1 Kumkani 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+ 1 Kronike 11:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 u-Uriya+ umHiti,+ uZabhadi unyana ka-Ahalayi,
3 Wandula ke uDavide wathumela waza wabuzisa ngaloo mfazi+ yaye uthile wathi: “Asinguye na lo uBhatshebha+ intombi kaEliyam+ umfazi kaUriya+ umHiti?”+
5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+