IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 11:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wandula ke uDavide wathumela waza wabuzisa ngaloo mfazi+ yaye uthile wathi: “Asinguye na lo uBhatshebha+ intombi kaEliyam+ umfazi kaUriya+ umHiti?”+

  • 2 Samuweli 11:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Akuphuma amadoda esixeko aza alwa noYowabhi, bambi ke abantu, abakhonzi bakaDavide, bawa waza noUriya umHiti wafa.+

  • 2 Samuweli 12:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kutheni na ukuze ulidelele ilizwi likaYehova ngokwenza okubi+ emehlweni akhe? U-Uriya umHiti umxabele ngekrele,+ nomfazi wakhe umthabathile njengomfazi wakho,+ ibe yena umbulele ngekrele loonyana baka-Amoni.

  • 2 Samuweli 23:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 u-Uriya+ umHiti—bebonke bengamashumi amathathu anesixhenxe.

  • 1 Kumkani 15:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share