IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 26:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wandula ke uDavide waphendula wathi kuAhimeleki umHiti+ noAbhishayi+ unyana kaTseruya,+ umntakwabo Yowabhi: “Ngubani na oya kuhla nam siye kuSawule enkampini?” UAbhishayi wathi: “Mna ndiya kuhla nawe.”+

  • Ezra 9:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye kamsinya nje zakugqitywa ezi zinto, iinkosana+ zeza kum, zisithi: “Abantu bakwaSirayeli nababingeleli nabaLevi abazahlulanga+ kwizizwana zamazwe ngokuphathelele izinto zazo ezicekisekayo,+ ezizezi, amaKanan,+ amaHiti,+ amaPerizi,+ amaYebhusi,+ ama-Amoni,+ amaMowabhi,+ amaYiputa+ nama-Amori.+

  • Nehemiya 9:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwaye wayifumana ithembekile intliziyo yakhe phambi kwakho;+ ngoko wenza isivumelwano somnqophiso+ naye ukuba womnika ilizwe lamaKanan, namaHiti, nama-Amori namaPerizi namaYebhusi namaGirgashi, ukuba ulinike imbewu yakhe;+ yaye wawaphumeza amazwi akho, ngenxa yokuba ulilungisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share