1 Samuweli 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wathi uSawule: “Niya kuthi ke nina kuDavide, ‘Ukumkani uyoliswa, kungekhona likhazi,+ kodwa ngamajwabi alikhulu+ amaFilisti, ukuze aziphindezelele+ ezintshabeni zokumkani.’” Kodwa uSawule ke yena, wayecebe ukuba uDavide awe ngesandla samaFilisti. 1 Samuweli 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngoko uDavide wesuka waza yena namadoda akhe bahamba, babulala+ phakathi kwamaFilisti amakhulu amabini amadoda, yaye uDavide wawazisa amajwabi awo+ waza wawanika ukumkani elinani elipheleleyo, ukuze endiselane nokumkani. Naye ke uSawule wamnika uMikali intombi yakhe njengomfazi.+
25 Wathi uSawule: “Niya kuthi ke nina kuDavide, ‘Ukumkani uyoliswa, kungekhona likhazi,+ kodwa ngamajwabi alikhulu+ amaFilisti, ukuze aziphindezelele+ ezintshabeni zokumkani.’” Kodwa uSawule ke yena, wayecebe ukuba uDavide awe ngesandla samaFilisti.
27 Ngoko uDavide wesuka waza yena namadoda akhe bahamba, babulala+ phakathi kwamaFilisti amakhulu amabini amadoda, yaye uDavide wawazisa amajwabi awo+ waza wawanika ukumkani elinani elipheleleyo, ukuze endiselane nokumkani. Naye ke uSawule wamnika uMikali intombi yakhe njengomfazi.+