IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 17:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ndiya kumfikela etyhafile kwaye ebuthathaka izandla zozibini,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kumqhubela ekubeni angcangcazele; kwaye bonke abantu abanaye kuya kufuneka basabe, ndize ngokuqinisekileyo ndimxabele ke ukumkani eyedwa.+

  • Ezra 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Abantu belo lizwe baqhubeka bezenza buthathaka+ izandla zabantu bakwaYuda bebatyhafisa neentliziyo ukuba bangakhi,+

  • Isaya 13:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kungenxa yoko le nto zonke izandla ziya kuwa, nentliziyo iphela yomntu ofayo iya kunyibilika.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share