IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko onke amadoda amakhulu+ akwaSirayeli eza kukumkani eHebron, waza uKumkani uDavide wenza umnqophiso+ kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli.+

  • 1 Kronike 14:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye amaFilisti eva ukuba uDavide wayethanjiswe njengokumkani phezu koSirayeli wonke.+ Onke ke amaFilisti enyuka eze kufuna uDavide.+ Akuva ngako uDavide, ngoko waphuma nxamnye nawo.

  • INdumiso 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ookumkani bomhlaba basuke bema+

      Namagosa aphakamileyo abuthene ndawonye njengamntu mnye+

      Nxamnye noYehova+ nomthanjiswa wakhe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share