2 Samuweli 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye amaFilisti eva ukuba babemthambisile uDavide njengokumkani phezu koSirayeli.+ Onke ke amaFilisti enyuka eze kufuna uDavide. Akuva ngako uDavide, wehla ke waya kwindawo ekunzima ukuyifikelela.+ 1 Kronike 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko onke amadoda amakhulu akwaSirayeli eza kukumkani eHebron waza uDavide wenza umnqophiso kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli, ngokwelizwi likaYehova+ ngoSamuweli.+
17 Yaye amaFilisti eva ukuba babemthambisile uDavide njengokumkani phezu koSirayeli.+ Onke ke amaFilisti enyuka eze kufuna uDavide. Akuva ngako uDavide, wehla ke waya kwindawo ekunzima ukuyifikelela.+
3 Ngoko onke amadoda amakhulu akwaSirayeli eza kukumkani eHebron waza uDavide wenza umnqophiso kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli, ngokwelizwi likaYehova+ ngoSamuweli.+