2 Samuweli 23:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke yena uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ unyana wendoda elikroti, owenza izenzo ezininzi eKabhetseli,+ waxabela oonyana ababini baka-Ariyeli wakwaMowabhi; kwaye yena mhla ngekhephu wehla waza waxabela ingonyama+ phakathi emhadini wamanzi.+ 1 Kumkani 1:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ngoko ukumkani uthumele kunye naye uTsadoki umbingeleli noNatan umprofeti noBhenaya unyana kaYehoyada namaKereti namaPeleti, bamkhwelisa kwimazi kakumkani yemeyile.+ 1 Kumkani 2:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Koko ukumkani wambeka uBhenaya+ unyana kaYehoyada esikhundleni sakhe phezu komkhosi;+ yaye uTsadoki umbingeleli ukumkani wambeka esikhundleni sika-Abhiyatare.+ 1 Kronike 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephethe amaKereti+ namaPeleti;+ oonyana bakaDavide babesesikhundleni sokuqala kwicala likakumkani.+
20 Ke yena uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ unyana wendoda elikroti, owenza izenzo ezininzi eKabhetseli,+ waxabela oonyana ababini baka-Ariyeli wakwaMowabhi; kwaye yena mhla ngekhephu wehla waza waxabela ingonyama+ phakathi emhadini wamanzi.+
44 Ngoko ukumkani uthumele kunye naye uTsadoki umbingeleli noNatan umprofeti noBhenaya unyana kaYehoyada namaKereti namaPeleti, bamkhwelisa kwimazi kakumkani yemeyile.+
35 Koko ukumkani wambeka uBhenaya+ unyana kaYehoyada esikhundleni sakhe phezu komkhosi;+ yaye uTsadoki umbingeleli ukumkani wambeka esikhundleni sika-Abhiyatare.+
17 UBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephethe amaKereti+ namaPeleti;+ oonyana bakaDavide babesesikhundleni sokuqala kwicala likakumkani.+