IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 18:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Waza uYonatan noDavide benza umnqophiso,+ ngenxa yokumthanda kwakhe njengomphefumlo wakhe.+

  • 1 Samuweli 20:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yaye akuyi kubunqumla ububele bothando endlwini yam ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Kwaye, naxa uYehova ezinqumla iintshaba zikaDavide, zonke ngazinye phezu komhlaba,

  • 1 Samuweli 20:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Waza uYonatan waqhubeka wathi kuDavide: “Hamba ngoxolo,+ ekubeni sifungile,+ sobabini, egameni likaYehova, sisithi, ‘Ngamana uYehova angaba phakathi kwam nawe naphakathi kwenzala yam nenzala yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.’”+

      Wesuka ke uDavide wahamba, noYonatan wangena esixekweni.

  • IMizekeliso 17:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share