2 Samuweli 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuye: “Musa ukoyika, kuba nakanjani na ndiya kukwenzela ububele bothando+ ngenxa kaYonatan uyihlo;+ ndikubuyisele onke amasimi+ kaSawule uyihlomkhulu, udle isonka rhoqo etafileni yam.”+ 2 Samuweli 19:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kuba yonke indlu kabawo ngeyingeyonto enkosini yam ukumkani ngaphandle kokumiselwa ukufa, ukanti wena umbekile umkhonzi wakho phakathi kwabo badla etafileni yakho.+ Ngoko yintoni na endisenayo njengebango elisesikweni ukuba ndingade ndilikhalele+ ngokubhekele phaya kukumkani?”
7 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuye: “Musa ukoyika, kuba nakanjani na ndiya kukwenzela ububele bothando+ ngenxa kaYonatan uyihlo;+ ndikubuyisele onke amasimi+ kaSawule uyihlomkhulu, udle isonka rhoqo etafileni yam.”+
28 Kuba yonke indlu kabawo ngeyingeyonto enkosini yam ukumkani ngaphandle kokumiselwa ukufa, ukanti wena umbekile umkhonzi wakho phakathi kwabo badla etafileni yakho.+ Ngoko yintoni na endisenayo njengebango elisesikweni ukuba ndingade ndilikhalele+ ngokubhekele phaya kukumkani?”