IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 18:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wabinza ke ngomkhonto+ uSawule waza wathi: “Ndiza kumqhama nodonga uDavide!”+ kodwa uDavide waphepha ukusuka phambi kwakhe, kabini.+

  • 1 Samuweli 19:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngenxa yoko uSawule wafuna ukumqhama nodonga+ uDavide ngomkhonto, kodwa waphepha+ wasuka phambi koSawule, ngokokuze umkhonto ubethe eludongeni. UDavide yena wasaba ukuze abaleke ebudeni bobo busuku.+

  • 1 Samuweli 23:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 UDavide wahlala entlango kwiindawo ekunzima ukuzifikelela, yaye waqhubeka ehlala kummandla weentaba kwintlango yeZifi.+ NoSawule wayesoloko emfuna,+ uThixo akamnikela esandleni sakhe.+

  • INdumiso 18:umbhalo osemantla
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • Kumalathisi. Eyomkhonzi kaYehova, ekaDavide, owathetha amazwi ale ngoma kuYehova ngomhla uYehova awamhlangula ngawo entendeni yeentshaba zakhe zonke nasesandleni sikaSawule.+ Waza wathi:

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share