IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 22:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Noko ke, unyana omnye ka-Ahimeleki unyana ka-Ahitubhi, ogama linguAbhiyatare,+ wasinda waza wabaleka wemka walandela uDavide.

  • 1 Samuweli 30:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko ke uDavide wathi kuAbhiyatare+ umbingeleli, unyana ka-Ahimeleki: “Khawuncede, usondeze kum iefodi.”+ Waza uAbhiyatare wasondeza iefodi kuDavide.

  • 2 Samuweli 15:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 NoTsadoki+ wayelapha yaye bonke abaLevi+ babekunye naye bethwele+ ityeya+ yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso; yaye bayibeka phantsi ityeya yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso ngakuAbhiyatare+ bada bonke abantu bagqiba ukuwela besuka esixekweni.

  • 1 Kronike 15:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngaphezu koko, uDavide wabiza uTsadoki+ noAbhiyatare+ ababingeleli, nabaLevi u-Uriyeli,+ uAsaya+ noYoweli,+ uShemaya+ noEliyeli+ noAminadabhi,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share