IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 38:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Hamba, uye kuthi kuHezekiya, ‘Utsho uYehova uTHIXO kaDavide ukhokho wakho+ ukuthi: “Ndiwuvile umthandazo wakho.+ Ndizibonile iinyembezi zakho.+ Yabona, ndiya kongezelela kwimihla yakho iminyaka elishumi elinesihlanu;+

  • Yoweli 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngubani na owaziyo enoba uya kubuya, okunene azisole+ aze ashiye intsikelelo emva kwayo,+ umnikelo wokudla okuziinkozo nomnikelo othululwayo kuYehova uThixo wenu?

  • Amosi 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Thiyani okubi, nithande okulungileyo,+ vulelani okusesikweni indawo esangweni.+ UYehova uTHIXO wemikhosi usenokubababala+ abaseleyo bakwaYosefu.’+

  • Yona 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngubani na owaziyo ukuba uTHIXO oyinyaniso angajika azisole+ aze abuye ekuvutheni komsindo wakhe, ukuze singatshabalali?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share