IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 30:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ke kaloku musani ukuyenza lukhuni intamo yenu+ njengoko benzayo ookhokho benu. Mnikeni indawo uYehova+ nize kwingcwele+ yakhe awayingcwalisayo+ ukusa kwixesha elingenammiselo nize nikhonze+ uYehova uThixo wenu, ukuze ukuvutha komsindo wakhe+ kubuye kuni.

  • Yeremiya 18:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 luze okunene olo hlanga lubuye ebubini balo endithethe nxamnye nabo,+ nam ndiza kuzisola ngenxa yentlekele endicinge ukuyiphumeza kulo.+

  • Yona 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngubani na owaziyo ukuba uTHIXO oyinyaniso angajika azisole+ aze abuye ekuvutheni komsindo wakhe, ukuze singatshabalali?”+

  • Zefaniya 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 funani uYehova,+ nonke balulamileyo bomhlaba,+ baqhelisele isigwebo Sakhe. Funani ubulungisa,+ funani ululamo.+ Mhlawumbi+ niya kufihlwa ngemini yomsindo kaYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share