1 Kumkani 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi kamsinya nje akuba uAhabhi ewavile la mazwi, wazikrazula izambatho zakhe wabeka amarhonya+ enyameni yakhe; wazila ukutya waza waqhubeka elele phantsi emarhonyeni ehamba ematshekile.+ INdumiso 69:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekwenzeni kwam amarhonya aba sisinxibo sam,Kubo ndaba ngumzekelo.+ ISityhilelo 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndabona xa yalivulayo elesithandathu itywina, kwaza kwabakho inyikima yomhlaba enkulu; ilanga laba mnyama njengerhonya+ loboya, nenyanga iphela yaba njengegazi,+
27 Kwathi kamsinya nje akuba uAhabhi ewavile la mazwi, wazikrazula izambatho zakhe wabeka amarhonya+ enyameni yakhe; wazila ukutya waza waqhubeka elele phantsi emarhonyeni ehamba ematshekile.+
12 Ndabona xa yalivulayo elesithandathu itywina, kwaza kwabakho inyikima yomhlaba enkulu; ilanga laba mnyama njengerhonya+ loboya, nenyanga iphela yaba njengegazi,+