Duteronomi 22:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 oyikhuphela esangweni lendlu kayise loo ntombazana, ayigibisele ngamatye amadoda esixeko sakowayo, ife, ngokuba yenze ubudenge obulihlazo+ kwaSirayeli ngokuthi ibe ngunongogo endlwini kayise.+ Ubususe ke ububi bungabikho phakathi kwakho.+ 2 Samuweli 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke uAbhisalom akazange athethe nokuba lelibi okanye lelilungileyo kuAmnon; kuba uAbhisalom wamthiya+ uAmnon ngenxa yokuba wayemthobile uTamare udade wabo.
21 oyikhuphela esangweni lendlu kayise loo ntombazana, ayigibisele ngamatye amadoda esixeko sakowayo, ife, ngokuba yenze ubudenge obulihlazo+ kwaSirayeli ngokuthi ibe ngunongogo endlwini kayise.+ Ubususe ke ububi bungabikho phakathi kwakho.+
22 Ke uAbhisalom akazange athethe nokuba lelibi okanye lelilungileyo kuAmnon; kuba uAbhisalom wamthiya+ uAmnon ngenxa yokuba wayemthobile uTamare udade wabo.