-
2 Samuweli 13:39INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
39 Ekugqibeleni umphefumlo kaDavide ukumkani walangazelela ukuphuma uye kuAbhisalom; kuba wayezithuthuzele ngokuphathelele uAmnon, ngenxa yokuba wayefile.
-
-
2 Samuweli 19:2INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
2 Ngoko usindiso ngaloo mini lwaba sisihlandlo sokuzila ebantwini bonke, ngenxa yokuba abantu beva kusithiwa ngaloo mini: “Ukumkani ube buhlungu ngonyana wakhe.”
-