2 Samuweli 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke kaloku uDavide wayehleli phakathi kwamasango amabini.+ Ngelo thuba, umlindi+ waya eluphahleni lwesango eludongeni. Ekugqibeleni waphakamisa amehlo akhe waza wabona yaye, khangela! nantso indoda ibaleka iyodwa.
24 Ke kaloku uDavide wayehleli phakathi kwamasango amabini.+ Ngelo thuba, umlindi+ waya eluphahleni lwesango eludongeni. Ekugqibeleni waphakamisa amehlo akhe waza wabona yaye, khangela! nantso indoda ibaleka iyodwa.