Numeri 27:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yini na ke ukuba igama likabawo licinywe phakathi kwentsapho yakhe kuba engenanyana?+ Owu khawusinike ilifa phakathi kwabazalwana bakabawo.”+ Duteronomi 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wothi ke owamazibulo athe wamzala abizwe ngegama lomntakwabo ofileyo,+ ukuze lingacinywa igama lakhe kwaSirayeli.+
4 Yini na ke ukuba igama likabawo licinywe phakathi kwentsapho yakhe kuba engenanyana?+ Owu khawusinike ilifa phakathi kwabazalwana bakabawo.”+
6 Wothi ke owamazibulo athe wamzala abizwe ngegama lomntakwabo ofileyo,+ ukuze lingacinywa igama lakhe kwaSirayeli.+