2 Samuweli 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku uSawule wayeneshweshwe eligama linguRitspa,+ intombi ka-Aya.+ Kamva uIshe-bhosheti+ wathi kuAbhinere: “Kwakutheni na ukuze ube neentlobano zokwazana neshweshwe+ likabawo?” 2 Samuweli 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Oonyana bakaRimon umBheheroti, uRekabhi noBhahana, bahamba baza bafika endlwini kaIshe-bhosheti+ malunga nokufudumala kwemini, njengoko wayesathe ngqwa emini enkulu. 2 Samuweli 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UDavide wabayalela abafana, bababulala+ babanqumla izandla neenyawo baza babaxhoma+ ngasechibini eHebron; yaye intloko kaIshe-bhosheti bayithabatha baza ke bayingcwabela kwindawo awayengcwatyelwe kuyo uAbhinere eHebron.+
7 Ke kaloku uSawule wayeneshweshwe eligama linguRitspa,+ intombi ka-Aya.+ Kamva uIshe-bhosheti+ wathi kuAbhinere: “Kwakutheni na ukuze ube neentlobano zokwazana neshweshwe+ likabawo?”
5 Oonyana bakaRimon umBheheroti, uRekabhi noBhahana, bahamba baza bafika endlwini kaIshe-bhosheti+ malunga nokufudumala kwemini, njengoko wayesathe ngqwa emini enkulu.
12 UDavide wabayalela abafana, bababulala+ babanqumla izandla neenyawo baza babaxhoma+ ngasechibini eHebron; yaye intloko kaIshe-bhosheti bayithabatha baza ke bayingcwabela kwindawo awayengcwatyelwe kuyo uAbhinere eHebron.+