-
2 Samuweli 3:8INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
8 Waza uAbhinere waba nomsindo kakhulu+ ngamazwi kaIshe-bhosheti waza wahlabela mgama wathi: “Ndiyintloko yenja+ yakwaYuda na? Namhlanje ndiyenzela ububele bothando indlu kaSawule uyihlo, abantakwabo nabahlobo bakhe bobuqu, yaye wena andikunikelanga esandleni sikaDavide; ukanti uyandiphendulisa ngesiphoso esiphathelele lo mfazi namhlanje.
-