1 Samuweli 17:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngoko umFilisti wathi kuDavide: “Ndiyinja na,+ ukuba uze kum uneentonga?” UmFilisti wamqalekisa uDavide ngoothixo bakhe.+ 1 Samuweli 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Uphumelene nabani na ke ukumkani wakwaSirayeli? Usukela bani na? Inja efileyo na?+ Intakumba enye na?+ 2 Samuweli 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ekugqibeleni uAbhishayi unyana kaTseruya+ wathi kukumkani: “Kutheni na le nja ifileyo+ ukuba iqalekise inkosi yam ukumkani?+ Makhe ndiwele, ndiyacela, ndize ndiyisuse intloko.”+
43 Ngoko umFilisti wathi kuDavide: “Ndiyinja na,+ ukuba uze kum uneentonga?” UmFilisti wamqalekisa uDavide ngoothixo bakhe.+
14 Uphumelene nabani na ke ukumkani wakwaSirayeli? Usukela bani na? Inja efileyo na?+ Intakumba enye na?+
9 Ekugqibeleni uAbhishayi unyana kaTseruya+ wathi kukumkani: “Kutheni na le nja ifileyo+ ukuba iqalekise inkosi yam ukumkani?+ Makhe ndiwele, ndiyacela, ndize ndiyisuse intloko.”+