IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 15:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Kwanikelwa ingxelo kuDavide, kwathiwa: “NoAhitofele uphakathi kwabo benza iyelenqe+ noAbhisalom.”+ Wathi ke uDavide:+ “Liguqulele ekubeni bubudenge,+ ndiyacela, Yehova,+ icebo lika-Ahitofele!”

  • 2 Samuweli 15:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Kodwa ukuba ubuyela esixekweni uze okunene uthi kuAbhisalom, ‘Ndingumkhonzi wakho, Kumkani. Ndandifudula ndingumkhonzi kayihlo, mna kanye ngelo xesha, kodwa ngoku mna kanye ndingumkhonzi wakho,’+ uze ke unditshitshisele+ icebo lika-Ahitofele.

  • Yobhi 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 KuLowo utshitshisa amacebo abo banobuqili,+

      Ukuze izandla zabo zingasebenzi ngokuphumelelayo;

  • IMizekeliso 19:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Maninzi amacebo entliziyweni yomntu,+ kodwa isigqibo sikaYehova siso esiya kuma.+

  • IMizekeliso 21:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Akukho bulumko, akukho kuqonda, akukho cebo ngokuchasene noYehova.+

  • Isaya 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Cebani icebo, lotshitsha!+ Thethani naliphi na ilizwi, aliyi kuma, ngokuba uThixo unathi!+

  • 1 Korinte 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ubulumko beli hlabathi bubudenge kuThixo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ubambisa izilumko kubuqhokolo bazo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share