2 Samuweli 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kuTsadoki umbingeleli: “Wena uyimboni,+ akunjalo? Buyela esixekweni ngoxolo, kwanoAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini, kunye nani. 1 Kumkani 1:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ngoxa wayesathetha, yabona, kweza uYonatan+ unyana ka-Abhiyatare umbingeleli. Waza uAdoniya wathi: “Ngena, kuba uyindoda elikroti, kwaye uzisa iindaba ezilungileyo.”+
27 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kuTsadoki umbingeleli: “Wena uyimboni,+ akunjalo? Buyela esixekweni ngoxolo, kwanoAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini, kunye nani.
42 Ngoxa wayesathetha, yabona, kweza uYonatan+ unyana ka-Abhiyatare umbingeleli. Waza uAdoniya wathi: “Ngena, kuba uyindoda elikroti, kwaye uzisa iindaba ezilungileyo.”+