2 Samuweli 13:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngelo thuba, uAbhisalom wabaleka wemka.+ Kamva umfana, umlindi,+ waphakamisa amehlo akhe waza wabona, yaye, khangela! kwakusiza abantu abaninzi ngendlela esemva kwakhe ngasentabeni. 2 Kumkani 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Umlindi+ wayemi kwinqaba+ yaseYizereli,+ yaye wayibona indimbane yamadoda kaYehu njengoko wayesiza, kwaoko wathi: “Ndibona indimbane yamadoda.” UYehoram wathi: “Thabatha ijoni elikhwela ihashe uze ulithumele liye kuwahlangabeza, lize lithi, ‘Luxolo na?’”+ Isaya 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba utsho uYehova kum ukuthi: “Yiya, umise umlindi ukuze axele oko akubonayo.”+
34 Ngelo thuba, uAbhisalom wabaleka wemka.+ Kamva umfana, umlindi,+ waphakamisa amehlo akhe waza wabona, yaye, khangela! kwakusiza abantu abaninzi ngendlela esemva kwakhe ngasentabeni.
17 Umlindi+ wayemi kwinqaba+ yaseYizereli,+ yaye wayibona indimbane yamadoda kaYehu njengoko wayesiza, kwaoko wathi: “Ndibona indimbane yamadoda.” UYehoram wathi: “Thabatha ijoni elikhwela ihashe uze ulithumele liye kuwahlangabeza, lize lithi, ‘Luxolo na?’”+