1 Kumkani 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye ngokuqinisekileyo kuya kuthi kamsinya yakulala kookhokho bayo inkosi yam ukumkani,+ mna nonyana wam uSolomon ngokuqinisekileyo sibe ngaboni.” 2 Kronike 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ekugqibeleni uSolomon walala kookhokho bakhe. Ngoko wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide uyise;+ waza uRehobhoham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.+
21 Yaye ngokuqinisekileyo kuya kuthi kamsinya yakulala kookhokho bayo inkosi yam ukumkani,+ mna nonyana wam uSolomon ngokuqinisekileyo sibe ngaboni.”
31 Ekugqibeleni uSolomon walala kookhokho bakhe. Ngoko wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide uyise;+ waza uRehobhoham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.+