-
1 Kumkani 14:21INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
21 Ke yena uRehobhoham+ unyana kaSolomon, waba ngukumkani wakwaYuda. URehobhoham wayeneminyaka engamashumi amane ananye ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye iminyaka elishumi elinesixhenxe walawula eYerusalem, isixeko+ awasinyulayo uYehova kuzo zonke izizwe+ zakwaSirayeli ukuze alibeke khona igama lakhe.+ Kwaye igama likanina lalinguNahama umAmonikazi.+
-