Eksodus 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wayithabatha igolide ezandleni zabo, waza ngayo+ wenza umfanekiso otyhidiweyo wethole lenkomo ngesixhobo sokukrola.+ Baza bathi: “Nanko uThixo wakho, Sirayeli, okukhuphileyo ezweni laseYiputa.”+ 2 Kumkani 17:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ezi ntlanga zazimoyika uYehova,+ kodwa zazikhonza imifanekiso yazo eqingqiweyo. Oonyana bazo nabazukulwana bazo basenza kanye njengoko ookhokho babo benzayo de kube namhla.
4 Wayithabatha igolide ezandleni zabo, waza ngayo+ wenza umfanekiso otyhidiweyo wethole lenkomo ngesixhobo sokukrola.+ Baza bathi: “Nanko uThixo wakho, Sirayeli, okukhuphileyo ezweni laseYiputa.”+
41 Ezi ntlanga zazimoyika uYehova,+ kodwa zazikhonza imifanekiso yazo eqingqiweyo. Oonyana bazo nabazukulwana bazo basenza kanye njengoko ookhokho babo benzayo de kube namhla.