IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ndakhangela, ndabona ukuba nonile kuYehova uThixo wenu! Nanizenzele ithole lenkomo elityhidiweyo.+ Naphambuka ngokukhawuleza endleleni awaniyalela ngayo uYehova.+

  • Isaya 44:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Abayili bemifanekiso eqingqiweyo bonke abayonto yokwenene,+ nezinto zabo ezithandekayo aziyi kuba yingenelo;+ njengamangqina abo aziboni nto yaye azazi nto,+ ukuze zibe neentloni.+

  • Isaya 46:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kukho abo bakhupha into eninzi yegolide enxilini, baze ngentonga yesikali balinganise isilivere. Baqesha umnyibilikisi, enze uthixo ngayo.+ Bayaqubuda, ewe, bathoba phantsi.+

  • IZenzo 7:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ngoko benza ithole ngaloo mihla+ yaye banyusa umbingelelo kwisithixo baza baziyolisa ngemisebenzi yezandla zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share