1 Kumkani 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+ 2 Kumkani 10:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kodwa izono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli,+ uYehu akazange aphambuke ekuzilandeleni, oko kukuthi, amathole egolide+ elinye lawo laliseBheteli elinye likwaDan.+ INdumiso 106:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngapha koko, benza ithole eHorebhe+Baza baqubuda kuwo umfanekiso otyhidiweyo,+ Hoseya 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke kaloku wenza isono esongezelelekileyo ngomfanekiso otyhidiweyo ngeesilivere zakhe,+ izithixo ngokuqonda kwakhe,+ nomsebenzi wengcibi, wonke.+ Wathi kubo, ‘Abantu ababingelelayo mabawange amathole.’+
28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+
29 Kodwa izono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli,+ uYehu akazange aphambuke ekuzilandeleni, oko kukuthi, amathole egolide+ elinye lawo laliseBheteli elinye likwaDan.+
19 Ngapha koko, benza ithole eHorebhe+Baza baqubuda kuwo umfanekiso otyhidiweyo,+ Hoseya 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke kaloku wenza isono esongezelelekileyo ngomfanekiso otyhidiweyo ngeesilivere zakhe,+ izithixo ngokuqonda kwakhe,+ nomsebenzi wengcibi, wonke.+ Wathi kubo, ‘Abantu ababingelelayo mabawange amathole.’+
2 Ke kaloku wenza isono esongezelelekileyo ngomfanekiso otyhidiweyo ngeesilivere zakhe,+ izithixo ngokuqonda kwakhe,+ nomsebenzi wengcibi, wonke.+ Wathi kubo, ‘Abantu ababingelelayo mabawange amathole.’+