1 Samuweli 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ekuhambeni kwexesha wafa uSamuweli;+ yaye waqokelelana ndawonye wonke uSirayeli, wamenzela isijwili+ waza wamngcwabela endlwini yakhe eRama.+ Wandula ke wesuka uDavide waza wehla waya entlango yeParan.+
25 Ekuhambeni kwexesha wafa uSamuweli;+ yaye waqokelelana ndawonye wonke uSirayeli, wamenzela isijwili+ waza wamngcwabela endlwini yakhe eRama.+ Wandula ke wesuka uDavide waza wehla waya entlango yeParan.+