1 Kumkani 11:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Wandula ke uSolomon walala kookhokho bakhe,+ waza wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide uyise;+ waza uRehobhoham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. 2 Kronike 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye kwathi kamsinya ubukumkani bukaRehobhoham bakumiselwa ngokuqinileyo+ yaye esakuba omelele, wawushiya umthetho kaYehova,+ kwanoSirayeli+ wonke ekunye naye.
43 Wandula ke uSolomon walala kookhokho bakhe,+ waza wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide uyise;+ waza uRehobhoham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
12 Yaye kwathi kamsinya ubukumkani bukaRehobhoham bakumiselwa ngokuqinileyo+ yaye esakuba omelele, wawushiya umthetho kaYehova,+ kwanoSirayeli+ wonke ekunye naye.