Duteronomi 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze umoyike uYehova uThixo wakho,+ umkhonze,+ ufunge ngegama lakhe.+ 1 Samuweli 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wandula ke uSawule walithobela ilizwi likaYonatan, waza uSawule wafunga wathi: “Njengoko ephila uYehova,+ akayi kubulawa.” 1 Kumkani 22:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa uMikaya wathi: “Ephila nje uYehova,+ oko aya kukutsho uYehova kum, ndiya kuthetha kona.”+ 2 Kumkani 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza uElisha wathi: “Njengoko ephila uYehova wemikhosi endimiyo phambi kwakhe,+ ukuba bekungekho ngenxa kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda endinikela ingqalelo kuye,+ bendingayi kukukhangela yaye bendingayi kukubona.+ Yeremiya 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Kuya kuthi ke ukuba bathe bafunda iindlela zabantu bam ekufungeni igama lam,+ besithi, ‘Ephila nje uYehova!’ kanye njengoko bafundisa abantu bam ukufunga uBhahali,+ bakhiwe phakathi kwabantu bam.+
6 Wandula ke uSawule walithobela ilizwi likaYonatan, waza uSawule wafunga wathi: “Njengoko ephila uYehova,+ akayi kubulawa.”
14 Waza uElisha wathi: “Njengoko ephila uYehova wemikhosi endimiyo phambi kwakhe,+ ukuba bekungekho ngenxa kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda endinikela ingqalelo kuye,+ bendingayi kukukhangela yaye bendingayi kukubona.+
16 “Kuya kuthi ke ukuba bathe bafunda iindlela zabantu bam ekufungeni igama lam,+ besithi, ‘Ephila nje uYehova!’ kanye njengoko bafundisa abantu bam ukufunga uBhahali,+ bakhiwe phakathi kwabantu bam.+