2 Samuweli 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngamana lingawela phezu kwentloko+ kaYowabhi naphezu kwendlu kayise iphela, yaye makanganqunyulwa endlwini kaYowabhi+ umntu obhobhozayo+ okanye oneqhenqa+ okanye umntu osimelela ngentonga yokusonta+ okanye owa likrele okanye oswele isonka!”+ 1 Kumkani 2:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Waza uBhenaya unyana kaYehoyada wenyuka+ waya kumhlasela, wambulala;+ kwaye wangcwatywa endlwini yakhe entlango. IMizekeliso 28:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Umntu osindwa lityala legazi lomphefumlo uya kusabela nasemhadini.+ Mabangambambi. Isaya 48:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Akukho luxolo kwabo babi,”+ utsho uYehova. Mateyu 26:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Ngoko uYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala ngekrele.+
29 Ngamana lingawela phezu kwentloko+ kaYowabhi naphezu kwendlu kayise iphela, yaye makanganqunyulwa endlwini kaYowabhi+ umntu obhobhozayo+ okanye oneqhenqa+ okanye umntu osimelela ngentonga yokusonta+ okanye owa likrele okanye oswele isonka!”+
34 Waza uBhenaya unyana kaYehoyada wenyuka+ waya kumhlasela, wambulala;+ kwaye wangcwatywa endlwini yakhe entlango.
52 Ngoko uYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala ngekrele.+