IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 2:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngoko nangoko uKumkani uSolomon wathumela ngoBhenaya+ unyana kaYehoyada; yaye wamhlasela, kangangokude afe.+

  • INdumiso 37:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Kodwa ngokuqinisekileyo abanxaxhayo baya kubhujiswa ndawonye;+

      Ikamva labantu abangendawo liya kunqunyulwa.+

  • INtshumayeli 12:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba uTHIXO oyinyaniso uya kuzisa ekugwetyweni lonke uhlobo lomsebenzi ngokuphathelele yonke into efihlakeleyo, enoba ilungile okanye imbi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share