IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UAsa wabiza kuYehova uThixo wakhe+ wathi: “Owu Yehova, ngokuphathelele ukunceda, akunamsebenzi kuwe enoba baninzi okanye ngabo bangenamandla.+ Khawusincede, Yehova Thixo wethu, kuba sayama ngawe,+ siza nxamnye nesi sihlwele ngegama lakho.+ Owu Yehova, unguThixo wethu.+ Musa ukuvumela umntu ofayo abe namandla nxamnye nawe.”+

  • INdumiso 96:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+

      Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+

  • Isaya 44:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Utsho uYehova, uKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi, ukuthi, ‘Ndingowokuqala, ndikwangowokugqibela,+ yaye akukho Thixo ngaphandle kwam.+

  • Daniyeli 4:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 “Ke kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa kwaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ ngenxa yokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zisesikweni,+ nangenxa yokuba abo bahamba ngekratshi unako ukubathoba.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share