2 Samuweli 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye uDavide wathimba kuye iwaka elinamakhulu asixhenxe labakhweli-mahashe namashumi amabini amawaka amadoda ahamba ngeenyawo;+ waza uDavide wawanqumla imisipha+ onke amahashe atsala iinqwelo,+ kodwa washiya kuwo amahashe alikhulu atsala iinqwelo. 2 Samuweli 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwathi ke emva kwezo zinto uAbhisalom wazenzela inqwelo, inamahashe namadoda angamashumi amahlanu abaleka phambi kwakhe.+ 1 Kumkani 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngalo lonke elo xesha uAdoniya+ unyana kaHagiti+ wayeziphakamisa,+ esithi: “Mna ngokwam ndiza kulawula njengokumkani!”+ Yaye wenzelwa inqwelo nabakhweli-mahashe namadoda angamashumi amahlanu awayebaleka phambi kwakhe.+
4 Yaye uDavide wathimba kuye iwaka elinamakhulu asixhenxe labakhweli-mahashe namashumi amabini amawaka amadoda ahamba ngeenyawo;+ waza uDavide wawanqumla imisipha+ onke amahashe atsala iinqwelo,+ kodwa washiya kuwo amahashe alikhulu atsala iinqwelo.
15 Kwathi ke emva kwezo zinto uAbhisalom wazenzela inqwelo, inamahashe namadoda angamashumi amahlanu abaleka phambi kwakhe.+
5 Ngalo lonke elo xesha uAdoniya+ unyana kaHagiti+ wayeziphakamisa,+ esithi: “Mna ngokwam ndiza kulawula njengokumkani!”+ Yaye wenzelwa inqwelo nabakhweli-mahashe namadoda angamashumi amahlanu awayebaleka phambi kwakhe.+