1 Kumkani 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+ 1 Kumkani 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wonke uSirayeli wasiva isigwebo+ esasenziwe ngukumkani; yaye boyika ngenxa kakumkani,+ kuba babona ukuba ubulumko+ bukaThixo babungaphakathi kuye ukuba aphumeze isigwebo. IMizekeliso 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uYehova unika ubulumko;+ emlonyeni wakhe kuphuma ukwazi nokuqonda.+
12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+
28 Wonke uSirayeli wasiva isigwebo+ esasenziwe ngukumkani; yaye boyika ngenxa kakumkani,+ kuba babona ukuba ubulumko+ bukaThixo babungaphakathi kuye ukuba aphumeze isigwebo.