-
2 Kumkani 10:6INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
6 Waza wababhalela incwadi yesibini, esithi: “Ukuba ningabam,+ yaye niyalithobela ilizwi lam, thabathani iintloko zamadoda angoonyana+ benkosi yenu nize kum ngomso eYizereli ngeli xesha.”+
Ke kaloku oonyana bakakumkani, amadoda angamashumi asixhenxe, babekunye namadoda esixeko abalaseleyo awayebakhulisile.
-
-
2 Kumkani 10:25INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
25 Kwathi kamsinya nje akuba egqibile ukwenza umnikelo otshiswayo, ngoko nangoko uYehu wathi kwiimbaleki nakubaphathi-mkhosi: “Ngenani, nibaxabele! Ningavumeli namnye ukuba aphume.”+ Yaye iimbaleki nabaphathi-mkhosi+ babaxabela ngohlangothi lwekrele baza babaphosela ngaphandle, baqhubeka bada baya kufikelela kwisixeko sendlu kaBhahali.
-