Levitikus 26:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Isihlanu kuni ngokuqinisekileyo siya kusukela ikhulu, lize ikhulu kuni lisukele ishumi lamawaka, ziwe ngenene likrele iintshaba zenu phambi kwenu.+ Duteronomi 28:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “UYehova uya kuzoyisa phambi kwakho iintshaba zakho ezikuvukelayo.+ Ziya kuphuma zisiza kuwe ngandlela-nye, kodwa ziya kusaba phambi kwakho ngeendlela ezisixhenxe.+ INdumiso 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Akukho kumkani usindiswayo bubuninzi bomkhosi wamajoni akhe;+Indoda enamandla ayihlangulwa bubuninzi bamandla ayo.+ INdumiso 46:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Iintlanga ziyaxokozela,+ izikumkani ziyadilika;Wavakalisa ngelizwi lakhe, umhlaba wanyibilika.+
8 Isihlanu kuni ngokuqinisekileyo siya kusukela ikhulu, lize ikhulu kuni lisukele ishumi lamawaka, ziwe ngenene likrele iintshaba zenu phambi kwenu.+
7 “UYehova uya kuzoyisa phambi kwakho iintshaba zakho ezikuvukelayo.+ Ziya kuphuma zisiza kuwe ngandlela-nye, kodwa ziya kusaba phambi kwakho ngeendlela ezisixhenxe.+
16 Akukho kumkani usindiswayo bubuninzi bomkhosi wamajoni akhe;+Indoda enamandla ayihlangulwa bubuninzi bamandla ayo.+