1 Kumkani 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye kuya kuthi lowo usinde kwikrele likaHazayeli,+ uYehu ambulale;+ kwaye lowo usinde kwikrele likaYehu, uElisha ambulale.+ 1 Kumkani 20:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Yaye abo babesele basabela eAfeki,+ esixekweni; kwaye udonga lwawa phezu kwamadoda angamashumi amabini anesixhenxe amawaka awayesele.+ Ke yena uBhen-hadadi, wasaba+ waza ekugqibeleni wafika esixekweni kwelona gumbi lingaphakathi.+ Amosi 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nendawo yokusabela imele itshabalale konamendu,+ nowomeleleyo akayi kuwaqinisa amandla akhe, kungekho ndoda inamandla iya kuwusindisa umphefumlo wayo.+ Amosi 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 kanye njengaxa umntu esaba ngenxa yengonyama, aze okunene ahlangane nebhere; nanjengaxa engena endlwini aze axhase isandla sakhe ngodonga, alunywe yinyoka.+
17 Yaye kuya kuthi lowo usinde kwikrele likaHazayeli,+ uYehu ambulale;+ kwaye lowo usinde kwikrele likaYehu, uElisha ambulale.+
30 Yaye abo babesele basabela eAfeki,+ esixekweni; kwaye udonga lwawa phezu kwamadoda angamashumi amabini anesixhenxe amawaka awayesele.+ Ke yena uBhen-hadadi, wasaba+ waza ekugqibeleni wafika esixekweni kwelona gumbi lingaphakathi.+
14 Nendawo yokusabela imele itshabalale konamendu,+ nowomeleleyo akayi kuwaqinisa amandla akhe, kungekho ndoda inamandla iya kuwusindisa umphefumlo wayo.+
19 kanye njengaxa umntu esaba ngenxa yengonyama, aze okunene ahlangane nebhere; nanjengaxa engena endlwini aze axhase isandla sakhe ngodonga, alunywe yinyoka.+