Yoshuwa 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye umda wabo waba yiYizereli+ neKesuloti neShunem,+ 1 Kumkani 18:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Yaye kwathi ngelo xesha amazulu aba mnyama ngamafu nomoya+ kwaza kwana izantyalantyala zemvula.+ Yaye uAhabhi waqhubeka ekhwele waya eYizereli.+ Hoseya 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 yaye umhlaba uya kuphendula ukudla okuziinkozo+ newayini enencasa neoli; nazo ziya kumphendula uYizereli [‘uThixo uya kuyihlwayela imbewu’].+
45 Yaye kwathi ngelo xesha amazulu aba mnyama ngamafu nomoya+ kwaza kwana izantyalantyala zemvula.+ Yaye uAhabhi waqhubeka ekhwele waya eYizereli.+
22 yaye umhlaba uya kuphendula ukudla okuziinkozo+ newayini enencasa neoli; nazo ziya kumphendula uYizereli [‘uThixo uya kuyihlwayela imbewu’].+