-
1 Kumkani 21:13INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
13 Kwandula ke kwangena amadoda amabini angamatshivela, ahlala phantsi phambi kwakhe; yaye amadoda amabini angamatshivela anikela ubungqina nxamnye naye, oko kukuthi, uNabhoti, phambi kwabantu, esithi: “UNabhoti umqalekisile uThixo nokumkani!”+ Emva koko amkhuphela kummandla ongaphandle kwesixeko aza amxuluba ngamatye, wada wafa.+
-