IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uze ungaqubudi kuzo okanye uqhutyelwe ekuzikhonzeni,+ kuba mna Yehova Thixo wakho ndinguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo,+ ndizisa isohlwayo ngesiphoso sooyise phezu koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana, sabandithiyileyo;+

  • 2 Kumkani 9:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ke kaloku wathi kuBhidekare umphathi-mkhosi wakhe:+ “Mphakamise; umphose kwisiqwenga somhlaba kaNabhoti umYizereli;+ kuba khumbula: Mna nawe sasikhwele sobabini emva koAhabhi uyise, waza uYehova wabhengeza+ oku nxamnye naye:

  • 2 Kumkani 10:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye kwathi kamsinya nje yakufika incwadi kubo, babathabatha oonyana bakakumkani babaxabela, amadoda angamashumi asixhenxe,+ emva koko bazifaka ezingobozini iintloko zabo baza bazithumela kuye eYizereli.

  • 2 Kumkani 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngapha koko, uYehu wahamba waya kubaxabela bonke ababesele kwindlu ka-Ahabhi eYizereli nawo onke amadoda akhe abalaseleyo+ nabo bonke abo wayebaqhelile nababingeleli bakhe,+ de akashiya namnye wakhe usindayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share