2 Kumkani 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wandula wathi uYehoshafati:+ “Akukho mprofeti kaYehova na apha?+ Ngoko masibuze kuYehova ngaye.”+ Ngoko omnye wabakhonzi bakakumkani wakwaSirayeli waphendula wathi: “Nanku uElisha+ unyana kaShafati, owagalela amanzi esandleni sikaEliya.”+ 2 Kronike 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa uYehoshafati wathi: “Usekho na umprofeti kaYehova apha?+ Ngoko masibuzise kuye.”+
11 Wandula wathi uYehoshafati:+ “Akukho mprofeti kaYehova na apha?+ Ngoko masibuze kuYehova ngaye.”+ Ngoko omnye wabakhonzi bakakumkani wakwaSirayeli waphendula wathi: “Nanku uElisha+ unyana kaShafati, owagalela amanzi esandleni sikaEliya.”+