1 Kumkani 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye uYehu+ umzukulwana kaNimshi+ uze umthambise abe ngukumkani wakwaSirayeli; uElisha+ unyana kaShafati waseAbheli-mehola+ uze umthambise abe ngumprofeti esikhundleni sakho.+ 2 Kumkani 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Xa oonyana babaprofeti ababeseYeriko bambonayo bemgama, bathi: “Umoya+ kaEliya uhleli kuElisha.” Ngako oko beza kumhlangabeza baza baqubuda+ kuye emhlabeni.
16 Yaye uYehu+ umzukulwana kaNimshi+ uze umthambise abe ngukumkani wakwaSirayeli; uElisha+ unyana kaShafati waseAbheli-mehola+ uze umthambise abe ngumprofeti esikhundleni sakho.+
15 Xa oonyana babaprofeti ababeseYeriko bambonayo bemgama, bathi: “Umoya+ kaEliya uhleli kuElisha.” Ngako oko beza kumhlangabeza baza baqubuda+ kuye emhlabeni.