1 Kumkani 19:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko wajika waya kuthabatha isipani seenkunzi zeenkomo wabingelela+ ngaso, inyama+ yeenkunzi zeenkomo wayipheka ngezixhobo zazo waza wayinika abantu, bayidla. Emva koko waphakama walandela uEliya kwaye waqalisa ukumlungiselela.+ Luka 22:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ke nina ze ningabi njalo.+ Kodwa lowo ungoyena mkhulu phakathi kwenu makabe njengoyena mncinane,+ nalowo usebenza njengentloko abe njengalowo ulungiselelayo.+
21 Ngoko wajika waya kuthabatha isipani seenkunzi zeenkomo wabingelela+ ngaso, inyama+ yeenkunzi zeenkomo wayipheka ngezixhobo zazo waza wayinika abantu, bayidla. Emva koko waphakama walandela uEliya kwaye waqalisa ukumlungiselela.+
26 Ke nina ze ningabi njalo.+ Kodwa lowo ungoyena mkhulu phakathi kwenu makabe njengoyena mncinane,+ nalowo usebenza njengentloko abe njengalowo ulungiselelayo.+